Ndincede - Zahara
С переводом

Ndincede - Zahara

Год
2021
Язык
`Scythe`
Длительность
274520

Below is the lyrics of the song Ndincede , artist - Zahara with translation

Lyrics " Ndincede "

Original text with translation

Ndincede

Zahara

Оригинальный текст

Ndikhuphe kwelihlazo endikulo, ayayay'

Sindisa umphefumlo wami

Cul' endikulo

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, oh andiziva mna

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Bawo ndince kulendawo endikuyo

Bandihlukumezile kodwa wena ukhona

Bebethekile ngam', bebenzile ngam'

Ndisuse kulendawo endikuyo

Bawo Ndikhaphe ndingaxamazeki

Izilingo zininzi, woh oh

Sindisa umphefumlo wami

Cul' endikulo

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Heroes have spoken

Abantu bathethile ngam'

Asoze ndavuma ukubekelwa phansi, hoyo

Heroes have spoken

Amaqhawe athethile ngam'

Vula indlela yam', ndincede

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Ndincede kulendawo endikuyo

Ndincede, andiziva mna

Heroes have spoken

Amaqhawe athethile ngam'

Vula indlela yam', ndincede

Ndincede kawundincede, kulendawo endikuyo

Ndincede, mhh

Перевод песни

Get me out of this shame I'm in, ayeay'

Save my soul

Cul' I'm in

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Help me where I am

Help me, oh I can't hear myself

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Father, I am in this place where I am

They hurt me but you are there

They were hit by me, they were by me

Get me out of this place

Father, accompany me without haste

The temptations are many, oh oh

Save my soul

Cul' I'm in

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Heroes have spoken

People have talked about me

I will never accept being put down, man

Heroes have spoken

heroes have spoken of me

Make my way', help me

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Help me where I am

Help me, I can't hear myself

Heroes have spoken

heroes have spoken of me

Make my way', help me

Help me, help me, in this place I am

Help me, mhh

2+ million lyrics

Songs in different languages

Translations

High-quality translations into all languages

Quick search

Find the texts you need in seconds